25/11/2025
Molweni ndinomyalezo kumntu wonke.ungaba unguMama ungu Tata kodwa le message ibhekise kumntu wonke...ndine Sthuba ..lomntu uyakhala ngesimo sakhe semphangelo.likhona ithuba loba usebenze e Car Wash ukuba unomndla.undithinte kule no phone 065 871 6181. Enkosi kakhulu banthu abadala